| cds_xho_079_1_0025.wav | worst | 1.7 | 0.41 | sentence | abangabelani namntu ngawo. |
| cds_xho_023_2_0045.wav | worst | 2.6 | 0.41 | sentence | ukuze inkampani iqalise ukwenza inzuzo. |
| cds_xho_002_5_0059.wav | worst | 7.5 | 0.42 | word | okanye u-twitter ku: www.twitter.comrsacareerhelp |
| cds_xho_078_2_0065.wav | worst | 5.0 | 0.44 | sentence | ukulwa ubundlobongela obugxile kwezesini nokubulawa kwabasetyhini ngamadoda. |
| cds_xho_094_3_0120.wav | worst | 2.4 | 0.45 | comma | ngolwazi oluthe vetshe nangoncedo, |
| cds_xho_011_4_0046.wav | worst | 5.3 | 0.45 | comma | izikhululo zokufunxa ityuwa emanzini, iinkqubo zokulungiswa kwemibhobho, |
| cds_xho_077_1_0022.wav | worst | 4.9 | 0.46 | word | womelezwe kukuveliswa kwesixhobo sokuphefumlisa sokuqala apha kweli lizwe |
| cds_xho_017_1_0064.wav | worst | 4.5 | 0.46 | word | igosa lonxibelelwano le-wof uleboang maseko |
| cds_xho_066_3_0028.wav | spk | 7.0 | 0.96 | word | ukuthengiswa kwemidiza kuza kuvunyelwa kodwa ke urhulumente waphinda wasijika eso sigqibo |
| cds_xho_015_3_0058.wav | spk | 8.8 | 0.97 | word | umphathiswa uthe esi sixa sitsha semali kulindeleke ukuba sixhase inani leendawo zokufunda ezimalunga |
| cds_xho_065_3_0034.wav | spk | 8.9 | 0.75 | sentence | bophelela imitya yaso emva kwentloko yakho, okanye ukuba usebenzisa eselastikhi, qinisekisa ukuba siqine nkqi. |
| cds_xho_066_5_0020.wav | spk | 11.1 | 0.94 | clause | enikezela ngenkxaso nolwazi kubantu abatshayayo abangathanda ukuyeka ukutshaya kwa-http: |
| cds_xho_018_2_0049.wav | spk | 10.4 | 0.85 | comma | ulwazi olunzulu ngokhuselo lwezilwanyana zasendle lwandinceda njengokuba lwakhokelela ekubanjweni kwalo mzingeli ungekho mthethweni, |
| cds_xho_005_2_0011.wav | spk | 8.9 | 0.68 | word | owenzakele emphefumlweni xa bethe bangamaxhoba eli nyala.ungaziva uzonyanya ufune ukuzihlamba uphinda-phinda |
| cds_xho_020_1_0068.wav | spk | 5.2 | 0.92 | sentence | eerandi ngonyaka luza kufumana imfundo ephakamileyo noqeqesho engahlawulelwayo. |
| cds_xho_085_4_0074.wav | spk | 10.2 | 0.97 | sentence | ushishino lwezendaba lusebenza nzima ukuphucula iindlela zezoshishino, ukuqhuba ubuchule kunye nokugcina abasebenzi kangangoko lunako. |
| cds_xho_085_3_0037.wav | spk | 5.9 | 0.86 | comma | sikubonile ukubaluleka kwamajelo eendaba kwimpilo yolawulo lwethu lwentando yesininzi, |
| cds_xho_049_2_0032.wav | spk | 6.0 | 0.94 | comma | zize zicacise ukuba ngawaphi amalungiselelo aza kwenziwa ngabantwana besi sibini, |
| cds_xho_088_8_0097.wav | spk | 10.0 | 0.98 | sentence | isicwangciso sikamongameli sokudala imisebenzi senza igalelo elibonakalayo ekwakheni uluntu olusebenzayo. |
| cds_xho_087_1_0073.wav | spk | 7.1 | 0.97 | sentence | kwakhona alufuni kungxama ukwenza nantoni na luze lwenze iimpazamo ezinkulu. |
| cds_xho_088_2_0042.wav | spk | 4.5 | 0.83 | comma | lo msebenzi uchaphazela uluhlu lwemixholo emininzi, |
| cds_xho_062_4_0071.wav | spk | 3.4 | 0.90 | word | umphathiswa untshavheni wongeza athi |
| cds_xho_074_1_0019.wav | spk | 5.2 | 0.82 | comma | abasebenzi abafezekileyo abebekhathalela abagulayo, |
| cds_xho_051_1_0101.wav | spk | 8.6 | 0.91 | comma | kunye nezo ziluncedo kunokwakhelwa kuzo ukubanceda ukufikelela kubuchule babo obugcweleyo, |
| cds_xho_083_4_0100.wav | spk | 2.6 | 0.97 | comma | xa kufikelelwa kwingqa wule, |
| cds_xho_050_2_0071.wav | spk | 3.8 | 0.97 | word | xa umntu enengxaki yokukhulelwa ngaphandle kwesibeleko |
| cds_xho_083_3_0008.wav | spk | 3.9 | 0.87 | sentence | amatyala esondo kunye nemicimbi enxulumene noko. |
| cds_xho_050_1_0000.wav | spk | 2.9 | 0.88 | comma | ngokutsho kukagqr bushy mhlari, |
| cds_xho_039_3_0012.wav | spk | 5.3 | 0.94 | sentence | elimpopo nasempumalanga. izinikele ekukhuthazeni inguqu kwezentlalo. |
| cds_xho_027_3_0095.wav | spk | 10.4 | 0.93 | sentence | inqanaba i-cach iza kuqinisekisa iinkcukacha zomfundi ize izithumele kumaziko emfundo asenazo iindawo zokufunda. |
| cds_xho_078_6_0009.wav | spk | 4.9 | 0.95 | sentence | ukuthathela phantsi abantu basetyhini nogonyamelo lwabasetyhini ngamadoda. |
| cds_xho_026_1_0095.wav | spk | 7.6 | 0.96 | comma | le nkqubo iza kuqinisekisa ukuba bonke abemi bomzantsi afrika bayazifumana iinkonzo zempilo ezibalukelekileyo, |
| cds_xho_059_4_0000.wav | spk | 1.8 | 0.98 | comma | kule minyaka mithathu izayo, |
| cds_xho_048_2_0079.wav | spk | 9.3 | 0.94 | sentence | ngengcaciso ecacileyo yokuba bahlala phi ukwenzela ukuba ikhomishini yonyulo ibabeke endaweni efanelekileyo kumqulu wovoto. |
| cds_xho_096_2_0046.wav | spk | 5.5 | 0.94 | word | afana namaziko e-afrika olawulo nothintelo lwezifo i-cdc |
| cds_xho_023_3_0047.wav | spk | 10.9 | 0.92 | comma | magwanishe uthi le nkampani yakwakevali chemicals ifanele kukuhlonitshwa kuba yinkampani yokuqala kwicandelo lezeekhemikhali, |
| cds_xho_067_5_0092.wav | spk | 4.9 | 0.98 | sentence | kuye kwabangela ukuphazamiseka okukhulu nenzima. |
| cds_xho_021_4_0084.wav | spk | 9.7 | 0.91 | sentence | aqinisekise ukuba abasebenzi benqanawa bafumana ukuqeqeshwa ngendlela eyiyo kwaye bayazityikitya iincwadi zabo zoqeqesho. |
| cds_xho_052_1_0085.wav | spk | 6.9 | 0.63 | word | cima izibane xa uphuma egumbini sebenzisa iibhaluphu ze-led |
| cds_xho_053_6_0047.wav | spk | 6.1 | 0.92 | comma | kukho abantu abafana noralph bouwers kunye nomark nicholson, |